17.2 C
King William's Town
Wednesday, July 17, 2024

Qaphela uba uqesha bani, ungabethwa ngesitena sobuqhetseba!

Ngabarhanelwa ababini(2) omnye ingumqhubi wenkampani ethile nothe wabanjwa ngabecuphi benkonzo yesipolisa yaseMount Road eGqeberha. Ababarhanelwa bajongene nezityholo zokubiwa kwelori yenkampani nebithwele ukutya okuxabisa iR400 000.

Ngokwengxelo yamapolisa ichaza ukuba ngomhla wesine kuJulayi 2023 malunga nentsimbi yeshumi elinesibini (02:00) emini, umqhubi nogama linguXolisa Matshoreya ebengaphangelanga ngolusuku ze wagqiba kwelokuba aye emsebenzini ayozenzela xa esiba ilori.

UXolisa uye wayikhupha ilori kumasango eNkampani ze kwayokothulwa imithwalo leyo ibikwilori kwidilesi eyaziwayo ngamapolisa ze emva koko wabuyela emsebenzini ngokungathi khange kwenzekento nelori.

Inkampani ngokungaqondi isebenzisana namapolisa, iye yajonga kwi(cameras) ezingaphakathi kwilori bavela ubungqina.Sithetha nje lendoda ibanjiwe, ikunye noMphathi(40) wayo ze izinto ezifunyenweyo zimbalwa kunezo bezibiwe. Lamadoda mabini alinde ukuvela enkundleni yamatyala ngomhla we (28 July 2023)

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
51 %
3.4kmh
100 %
Wed
17 °
Thu
24 °
Fri
20 °
Sat
16 °
Sun
16 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks