22.5 C
King William's Town
Monday, May 12, 2025

Sizakudilizwa kungentsuku zatywala isakhiwo saseNyobeni

Liyaqhuba nanamhlanje ityala lesibini nesingabanikazi bendawo yentselo iNyobeni eScenary Park namhlanje.

Esisibini uSiyakhangela noVuyokazi Ndevu sijongene namatyala amaninzi emva kokuba kwabhubha abantu abangaphaya kwamashumi amabini, bebhubhela kwindawo yabo yentselo kunyaka opheleliyo.

Ukanti uMaspala oMbaxa iBCM ugqibe kwelokuba ivalwe lendawo nanjengoko kufaniseke ukuba asinazo iimpepha mvume zezicwangciso zikwakhiwa kwaso. Ntoleyo eyenza ubukho baso bungabikho semthethweni. UMaspala uthi bayakha ngaphandle kwemvume yabo, kwaye iNyobeni mayichithwe ngokukhawuleza. Kuqapheleke ukuba lendawo ilungele ukuba kuhlale abantu kuphela hayi isikroxo sendawo yentselo.

UMaspala ukwathe, awuzange ufumane sicelo sokuba kwakhiwe iENyobeni koko lendawo ibizisebenzela ngokungekho semthethweni kwaye ngaphandle kwemvume yabo. Lonto ithi iintsuku zibaliwe phambi kokuba iphele tuu indawo eyiNyobeni tarven.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
22.5 ° C
22.5 °
22.5 °
22 %
4.1kmh
38 %
Mon
22 °
Tue
24 °
Wed
29 °
Thu
28 °
Fri
31 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks