UMphathiswa wezeMfundo uFundile Gade kunye neNtloko yeSebe eliBambela, babambe intlangano eHotele iOsner , eMonti.

UMphathiswa wezeMfundo uFundile Gade kunye neNtloko yeSebe eliBambela, bazimanye neBhunga leeNgcebiso ngezeMfundo leMpuma Koloni eliqhubeka eHotele iOsner, eMonti.

IBhunga leeNgcebiso ngezeMfundo leMpuma Koloni nequmrhu elisemthethweni kwiziko lezeMfundo apho iQonga lezeMfundo leSithili linika ingxelo okanye imibandela.

Ubukho bebhunga leeNgcebiso ngundoqo kwaye luncedo ekufuneni inkxaso kumaqela ngamaqela achaphazelekayo phantsi kwebhunga elihlangeneyo elinceda ukukhuthaza ukunyuswa kwenqanaba lemfundo kwiPhondo, kwanokufumana iimbono zokutyhalela phambili ukuphunyezwa kwemigaqo-nkqubo yezeMfundo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.1 ° C
17.1 °
17.1 °
87 %
1.2kmh
94 %
Sun
21 °
Mon
21 °
Tue
23 °
Wed
30 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA