26.4 C
King William's Town
Sunday, July 20, 2025

UMSEBENZI OWENZIWE NGEMPELA-VEKI UNEZIPHUMO EZINTLE.

Kwinzame eziqhubekayo zamapolisa zokuthintela nokubhaqa ubugebenga zibuye neziphumo ezitle kwiSithili saseChris Hani xa bebeqhuba ugqogqo (Operation Shannela) ngempelaveki.

Amalungu eqela leSithili eliSebenzayo kunye noThintelo loLwaphulo-mthetho avela kwizikhululo ezahlukeneyo avale izithuba ekulweni ulwaphulo-mthetho kwindawo leyo yezobuPolisa.

Bebonke abarhanelwa abalishumi (10) baphakathi kweminyaka engamashumi amabini anesibhozo namashumi amane anesihlanu (45) babanjiwe kwaye bajongene nezityholo ezahlukeneyo. ENgcobo, abarhanelwa abasibhozo (08) babanjelwe ukuthengisa iziyobisi kunye nokuba nemipu nembumbulu ngaphandle kwempepha. E-Whittlesea ababini (2) abarhanelwa babanjwe beneziyobisi

Izixhobo eziyingozi ezifunyenweyo nazo ziye zathinjwa ebudeni bomsebenzi wokuthintela naziphi na izenzo zolwaphulo-mthetho

Bonke abarhanelwa balindeleke ukuba bavele kwiiNkundla zikaMantyi ezohlukeneyo namhlanje, umhla weshumi elinesihlanu (15) kweyeKhala 2024.

UMkomishinala weSithili saseChris Hani uMajor General Rudolph Adolph wenze umbulelo ongazenzisiyo kuwo onke amajoni ngokuqinisekisa ukuba uluntu lwethu luziva lukhuselekile.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
26.4 ° C
26.4 °
26.4 °
23 %
5.5kmh
66 %
Sun
27 °
Mon
21 °
Tue
12 °
Wed
23 °
Thu
27 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks