UMZIMBA WOMFAZI OGAMA LINGU DISEREE BAARTMAN UFUMANEKILE: EBETHELSDORP

Umzimba womfazi olahlekileyo, uDesiree Baartman ufunyenwe phezolo, umhla wamashumi amabini kweyeSilimela kumjelo wamanzi ecaleni kwendlela yaseStandford kufutshane nengingqi yaseJagtersvlakte.

Malunga nentsimbi yethoba ngokuhlwa phezolo, abacuphi base baseBetheldorp ngoncedo lweYunithi yokukhangela nokuhlangula kunye neendadi ze-K9 bawufumene umzimba wakhe othe waphoswa kumjelo wamanzi osisaqhwithi oziimitha ezi-3,7. Utyando lwesidumbu luya kwenziwa ukuze kufunyaniswe oyena nobangela wokusweleka.

Owayesakuba ngumyeni, uJohnny Baartman kulindeleke ukuba abuyele enkundleni namhlanje, umhla wamashumi amabini ananye kweyeSilimela ku 2023 ngezityholo zokubulala nokoyisa iziphelo zobulungisa

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA