Uza kuvela phambi kwe-Ad Hoc committee u-Phahlane

Owayesakuba ngu Mkomishinala obambeleyo wamapolisa kazwelonke uLieutenant-General Khomotso Phahlane ulindeleke ukuba avele phambi kwekomiti yePalamente namhlanje njengoko izakubuyelaenkomeni kwisigaba sayo sesibini sokuphanda izityholo zorhwaphilizo, ukungenelela kwezopolitiko kunye nokungena kolwaphulo-mthetho kwinkonzo yesipolisa.

Ubungqina bakhe buza kuphawula ukuqala kwesigaba sesibini seengxoxo esilindeleke ukuba sisonge kwinyanga ka-February.

Kulindeleke ukuba uPhahlane acacise ngexesha lakhe njenge nkokheli ukusesela kunyaka ka 2015-2017.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
34 ° C
34 °
34 °
33 %
3.2kmh
53 %
Fri
34 °
Sat
29 °
Sun
18 °
Mon
19 °
Tue
19 °

EZITHANDWAYO INDABA