Zitshintshile izinto ngopapasho lwebanga leshumi(Grade 12)

Isebeleze Mfundo kuzwelonke libhengeze ukuba iziphumo zebanga leshumi(Grade 12) zonyaka ophelileyo azisayi kubhengezwa esidlangalaleni ngenjongo zokukhusela iinkcukatha zabafundi.

Osisithethi sesebe lezemfundo kuzwelonke Elijah Mhlanga uthe ukukhusela iinkcukacha zabafundi kunye neziphumo, azisayi kubhengezwa kumaphepha ndaba.

Lo kaMhlanga uqhube ngelithi lendlela ibikhe yazanywa kwiminyaka egqithileyo, ekwatsho nakanjalo ukuba abafundi bayacelwa ukuba bayokulanda iziphumo zabo kwizikolo ebebefunda kuzo, esithi ngalendlela bayizamayo bayibona iyeyona ikhuselekileyo.

EliSebe likwathe liyiqonda kakuhle ukuba icandelo leshumi elinesine loMgaqosiseko waseMzantsi Afrika libonelela ngokuba wonke umntu unelungelo lokuba nemfihlo ntoleyo ekhokelele kwesisigqibo. Abafundi bayakufumana iziphumo sabo ngoku kwizikolo ababefunda kuzo ibanga leshumi.

Kwileta eya kubahleli(Editors) yomhla we(10 January 2022) Isebe licaphule uMthetho woKhuseleko lweNgcaciso yoMntu (POPIA) ngesizathu, lisithi ukusasazwa kolwazi neenkcukacha xabafundi kuya kungqubana nePOPIA.

Ukuze kuthotyelwe imiqathango yePOPIA, inkqubo eqhelekileyo yokupapasha iziphumo zeSatifikethi zeMatriki sikaZwelonke (NSC) kumaqonga oluntu (amaqonga eendaba) ayizukwenzeka ngo-2021/22 koko kuyakuqhutywa ngendebe endala kwiminyaka yangaphambili.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA