16.2 C
King William's Town
Thursday, November 30, 2023

Amapolisa ase Sterkspruit afunisa ngomntu olahlekileyo

Amapolisa ase Sterkspruit acela uncedo kuluntu ekufumaneni uMiss Yonelisa Mbulawa okwabikwa ukuba ulahlekile lusapho lwakhe ngomhla wamashumi amabini kuCanzibe ngo2023.

Ngokwengxelo yosapho lwakhe ushiye indawo abehlala kuyo kwilali yaseKroomspruit eSterkspruit esithi uya ekliniki ngomhla weshumi elinethoba kuCanzibe ngo-2023 ngentsimbi ye-09:00 kodwa akazange abuyele ekhaya.

Ngalemini kuthethwa ngayo wayenxibe ilokhwe ebomvu kunye nebhatyi yejean eblue. Ukhanya ngebala kwaye malunga ne-1,68m ubude kunye nomzimba obhityileyo.

Nawuphi na umntu onokunceda iSAPS ngolwazi uyacelwa ukuba aqhagamshelane nabecuphi beSAPS Sterkspruit uSgt Vundisa kule nombolo 083 925 01 82 okanye ilungu losapho lwakhe ku-078 470 08 62

Imibuzo nguCaptain Ursula Roelofse 082 7797109

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
16.2 ° C
16.2 °
16.2 °
74 %
5.7kmh
41 %
Thu
16 °
Fri
40 °
Sat
24 °
Sun
26 °
Mon
23 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks