Likhutshiwe iqela leKaizee Chiefs kwindebe yeMTN 8

IKHUTSHIWE IKAIZER CHIEFS KWIWAFA WAFA IMTN8 NGOMGQIBELO

Amakhosi akhe phantsi isitya sizele batsho phantsi kwamdaka iisali ngethuba bebethwa kabuhlungu liqela iMamelodi Sundowns ngamanqaku amabini kwelinye kumlenze wesibini emva kokuba badlala ngokulingana kumlenze wokuqala ngenqaku macala nalapho iSumdowns yaye yasinda ngokulambisa ngethuba bekhokelwe ngenqaku yiChiefs ixesha elide bafumana inqaku kumzuzu wokugqibela abafana bastyile.

Lonto ithetha ukuba iSundowns iphumelele ngamanqaku amathathu kwamabini. ISundowns izibekele indawo kumagqibela kankqoyi wendebe yeMTN8 ngomhla wesixhenxe kweyeDwarha kwinyanga ezayo nalapho izakube iqubisene nezakuthi iphumelele phakathi kwabakhuseli bale ndebe iOrlando Pitates neStellenbosch kumdlalo odlalelwa kumabala iOrlando ngentsimbi yesithathu emva kwemini ngecawa ezintsukwini ukutsho oko namhlanje umhla wamashumi amabini anesine kweyoMsintsi.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
84 %
0.5kmh
95 %
Sun
21 °
Mon
21 °
Tue
23 °
Wed
30 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA