UMasipala Ombaxa waseBuffalo City ulumnkisa ngomoya obhubhudla ngamandla.

Iziko loLawulo lweeNtlekele kuMasipala oMbaxa iBuffalo City lwazisa ngesilumkiso seNqanaba lesithandathu (6) esikhutshwe yiNkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika.

Le mimosa ilindeleke ifike kuleDolophu ukususela ngomhla wesixhenxe kulenyanga (07/07/2024) ukuya kuthi ga ngomhla wesibhozo (08/07/2024). Kuyabongozwa ukuba abahlali balungiselele umonakalo weendawo zokuhlala, iipropati kunye neziseko ezingundoqo ezilindelekileyo kuMasipala oMbaxa waseBuffalo City.

Ulawulo lweentlekele eBCM ngokufanelekileyo lumisele iziCwangciso zokuNgenzeka kweXesha laseBusika loLawulo lweNtlekele, kwaye ngokufanelekileyo lisasaze isilumkiso kubo bonke abathathi-nxaxheba bolawulo lweentlekele ukuba bahlale bephaphile.

Umasipala ombaxa uyasiphinda isilumkiso esikhutshwe liZiko leSizwe lokuHlangula eLwandle esilumkisa ushishino lwaselwandle.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA