17.2 C
King William's Town
Wednesday, July 17, 2024

HALALA BCM HALALA!!!

Wagwetywa Ndlala Wavuka UMZ’ONNTSUNDU!!!

FIRST BCM LIVESTOCK MANAGEMENT WORKSHOP

* Ingaba ungumfama osakhasayo?
* Ingaba unomdla wokufuya?
* Ingaba imfuyo yakho ifa, awazi mawenze njani
* Ingaba unengxaki yokuphunzelwa?
* Impahla yakho ayide ithathe inkunzi, inkunzi yakho ayinamdla?
* Unomdla wokuphucula umhlambi wakho
* ufuna ukwazi ngamachiza okunyanga nokuthintela izifo nezigulo

– Abe LM Ministries banemigcobo yokuzisela iWorkshop yoXhobisa wena nomfama osakhasayo uphume ungu-Mpondo zihlanjiwe, bambisisene no Umtiza farmers’ Corp, Molatek feeds kunye noKyro Agri.

Umhla: 11 May u2023
Venue: 11 Beaconsfield Road East London next to EL Zoo
Time: 10am till late
Kungenwa simahla

* Akhona amaqebengwana ayakulungiselelwa abo bakhoyo.

Bhalisa ngoku ukwazi ubekelwa indawo yakho ku: 0794272104

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
51 %
3.4kmh
100 %
Wed
17 °
Thu
24 °
Fri
20 °
Sat
16 °
Sun
16 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks