AA Ixhalabile malunga nentengiso etyholwayo yepetroli engcolisekileyo

Umbutho wemoto (AA) uxhalabile malunga nezikhululo zokugcwalisa ipetroli kubathengi.

Oku kuza emva korhulumente, kuthotho lweengxelo ezifunyenwe idizili engcolisekileyo kwizikhululo ezingama-70 zokugcwalisa elizweni.

Isithethi se – AA uLayton Beard uthi lenyewe inefuthe elibi kubanikazi beemoto kwaye abathengi banokukuqaphela oku ekuqhubeni ixesha elide.

Uthi kunokwenzeka ukuba izikhululo zepetrol azizange zazi ukuba ipetroli abayifumanayo kubathengisi bayo ingcolisekile.

U-Beard uthi, “Hayi indlela ebanzi ngayo ingxaki, ndicinga ukuba asiyazi. Ingxaki enkulu yeyokuba kubathengi akukho ndlela yokuba bazi ukuba idizili abayithengileyo ingcolisekile ngaphandle kokuba kwenziwe uvabanyo”

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
21 ° C
21 °
21 °
82 %
2.9kmh
77 %
Fri
35 °
Sat
25 °
Sun
19 °
Mon
19 °
Tue
14 °

EZITHANDWAYO INDABA