Amaphupha anako ukufezeka kwiSebe leZemindlalo uBugcisa neNkcubeko.

Isebe leZemidlalo uBugcisa,neNkcubeko kwiPhondo leMpuma Koloni lisebenzisana neNkampani yokuvelisa imiboniso bhanya-bhanya i(Tshedza Pictures) namhlanje eMonti, belibambe ukhuphiswano lokulingisa kwimidlalo yeqonga.

Eliphulo, lamkelwe ngokusesikweni kwiveki ephelileyo nguMphathiswa weSebe uFezeka Nkomonye notyale malunga nezigidi ezingamashumi amabini(20 million) zerandi ukuze lomsebenzi uqhube de kuvele imiboniso kamabonakude emithathu(3) nezaakufotwa eMpuma Koloni.

Ngethuba ethetha uMphathiswa kwiveki ephelileyo, uthe”oku kuhambelana kakuhle nesicwangciso sephondo sokuguqula iMpuma Koloni ibe liziko lemiboniso bhanyabhanya, naphezu koku, ukwamkela iindwendwe, ukhenketho, ezothutho kunye nokutya kuphakathi kwamanye amacandelo aza kuxhamla kakhulu xa umsebenzi uqalisa”

Uqalile ke lomsebenzi kuleveki eGuild Theatre eMonti, kwaye namhlanje ibilusuku lokuqala kusenziwa uvavanyo.

 

 

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
28 ° C
28 °
28 °
51 %
0.9kmh
43 %
Fri
34 °
Sat
29 °
Sun
18 °
Mon
19 °
Tue
19 °

EZITHANDWAYO INDABA