Igwetywe ubomi indoda eyaqweqwedisa idlwengula umtwana(13) kuCentane
Umtyholwa ugwetywe ngoLwesithathu, umhla wama-27 kweyeKhala ku2022. Izityholo kukuba umtyholwa waya kwikhaya lexhoba ngoLwesihlanu we16 kuTshazimpuzi 2021 ekhangela udade wexhoba kodwa akamfumana. Uye wacela ixhoba ukuba limkhaphe ukuya kukhangela usisi apho ahlala khona kunye nesoka lakhe. Ekumkhangeleni udade wexhoba, akafumaneka. Umtyholwa waye wacebisa ukuba baye kowabo kwilali yaseQoboqobo, kuCentane. Ekufikeni kwabo kumzi womtyholwa wavala ucango wamdlwengula.
Newsletter Subscription
- Advertisement -
King William's Town
overcast clouds
15.6
°
C
15.6
°
15.6
°
72 %
4.9kmh
88 %
Fri
40
°
Sat
24
°
Sun
26
°
Mon
23
°
Tue
19
°