AMAPOLISA ASEMTHATHA AKHANGELA OWASETYHINI OLAHLEKILEYO.

Abecuphi beSAPS eMthatha bacela uncedo kuluntu ekufumaneni umkhondo wowasetyhini oneminyaka elishumi elinesibhozo (18) ubudala, uKwande Mpako wakwaNombolo51 kwiSitalato iGovan Mbeki-Kuyasa (ekufuphi neSouthern Wood) owaduka ngomhla weshumi elinesine-14 kuJuni ka-2024 kwikhaya lakhe.

Kutyholwa ukuba wagqityelwa ekhaya ngo-07:00 kusasa, wathi xa emkhangela umama wakhe akambona. Uyakhanya ngebala kwaye wayenxibe ijezi etyheli ngombala kunye nejini eluhlaza okwesbhakabhaka.

Amapolisa acela nabani na onokuthi ancedise ekukhangeleni uNkszn Kwande Mpako ukuba atsalele umnxeba uD/ Lieutenant Colonel Nzamela ku-0824420743 okanye inombolo yeCrime Stop ethi 0860010111 okanye atsalele isikhululo samapolisa esikufutshane.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
13.9 ° C
13.9 °
13.9 °
93 %
3kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA