Amatyala okuxhwilwa kwabantu ayanda eMzantsi Afrika.

Inani lamatyala okuxhwilwa liyaqhubeka ukunyuka ngonyaka, kwaye ngunobangela omkhulu wokuxhalabisa kubemi boMzantsi Afrika abaqhelekileyo.

Inani lamatyala okuxhwilwa liyaqhubeka ukonyuka ngonyaka, kwaye ngunobangela omkhulu wokuxhalabisa kubemi boMzantsi Afrika abaqhelekileyo. Oku kwanda kunxulunyaniswa nokunyuka kwamazinga olwaphulo-mthetho olunobundlobongela elizweni, olufana nokuqweqwedisa nokurhweba ngabantu.

Unxunguphalo ngolwaphulo-mthetho olu loluhlobo luze emva kokuba amapolisa efumene abantu abangamashumi alithoba (90) abangabemi base-Ethiopia abangenazimpepha bethengiswa eMzantsi Afrika. Bafunyenwe betixelwe, bevalelwe kwaye bexinene kumagumbi endlu yaseSunnydale Ridge, eRhawutini.

Kwincwadana yakhe yeveki, uCyril Ramaphosa ubalule ukuba ukulwa nolwaphulo-mthetho eMzantsi Afrika kuye kwafuneka kuguqukele kuhlobo olutsha lolwaphulo-mthetho oluquka umgodi ongekho mthethweni, ubuqhetseba bendawo yokwakha kunye nokuxhwilwa. Uthi impumelelo ye-Operation Shanela ibonise ukuxhamla kwintsebenziswano yamacandelo amaninzi kunye nexabiso lamaqela akhethekileyo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA