Baqikelelwa ngaphaya kwe-200 abaqhubi ababanjwe besele utywala e-EC

ISebe lezoThutho laseMpuma Koloni lichaze ukuba bayi-213 abantu ababanjwe ngenxa yokuqhuba benxilile kulo lonke iphondo ngexesha lemisebenzi yokhuseleko lwendlela eqinisiweyo eqhutywe ngempelaveki ephelileyo.

Uhlalutyo lwamani ababanjiweyo kwiphondo ngokwedolophu lume ngoluhlobo:

UNgcobo – 2
UCala – 2
IPort St Johns (PTS) – 1
IBizana – 3
ICradock – 1
IKomani – 4
ILusikisiki – 8
ISterkspruit – 1
ICala – 2
IElliotdale – 8
IWilsonia – 15
IKomga – 9
IKomani – 19
INgcobo – 6
UMthatha – 59
IStruandale – 17
ICradock – 4
BCMM – 44
ILusikisiki – 5
IButterworth – 7

Othethela isebe lezoThutho ePhondweni uMnumzana u-Unathi Binqose uthe, isebe libulela ngokungazenzisiyo kuwo onke amagosa omthetho anegalelo kule mpumelelo ibalulekileyo.

Lo ka Binqose wongwze  ngelithi le misebenzi yenzelwe ukuthumela umyalezo ocacileyo  wokuba ukuqhuba unxilile akuyi kunyanyezelwa, ingakumbi ngexesha leeholide. Abaphuli-mthetho baza kujongwana nabo ngokufanelekileyo nangamandla omthetho apheleleyo ukukhusela bonke abasebenzisi beendlela.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
22.3 ° C
22.3 °
22.3 °
81 %
2.4kmh
100 %
Thu
22 °
Fri
35 °
Sat
25 °
Sun
19 °
Mon
19 °

EZITHANDWAYO INDABA