Bayibethelele ooGqirha nezicaka indoda ebi(scamer) abantu ngamakhadi eMatatiele.

Bayibethele ogqirha nezicaka eMatatiele, indoda ebiqhatha abantu ngamakhathi ebhanki.

Ingapha kwezitsixo sithetha nje indoda engazowayo, nebanjwe ngabahlali bedolophu yaseMatatiele izolo emva kokuba ibizama uku(scammer) abantu.

Njengokuba iibizintsuku zikaxakeka, uninzi lurholile kukho ndoda ithile evuke yazixelela ukuba yona izakurhola ngabantu ingakhange iqalise ukuphangela.

Abahlali baseMatatiele bayibambe isenza imikhuba yayo edolophini ze bayitywatyusha kanobomi. Ukanti ithe ize ibe iyasinda kokokutywatyushwa, yabanjwa ngamapolisa ukuze iye eluvalelweni.

Umfanekiso Ngowe: The Informer News

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA