Qhaphela kubi ezindleleni

🚹Ezindleleni

Bayabongozwa anaqhibi ukuba balumke kwiindlela zeliPhondo njengoko umoya ovuthuzayo neemvula ezinamandla kwiindawo ezininzi zeli phondo zithe gqolo ukubangela ukungazinzi.

Ezi meko zemozulu zoyikekayo zishiye umzila womonakalo ngobusuku bayizolo oquka udaka kunye nemithi ewileyo evale iindlela ezincinci zangaphakathi kwiindawo ezifana neHUMANSDORP, ezinye iindawo zeMandela Metro kunye neBCM.
Kuxelwe ukudilika kodaka kwindlela uR102 phakathi kwePlaatjies Drift en Leeubos kwicala laseHumansdorp

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA