18.2 C
King William's Town
Wednesday, May 22, 2024

Ibanjwe neziyobisi indoda eneminyaka engamashumi amahlanu anesithandathu (56)e Burgersdorp

Umthengisi weziyobisi oneminyaka engamashumi amahlanu anesithandathu wabanjwa ngomhla wamashumi amabini anesibini kuCanzibe 2023 ngamapolisa e-SAPS Burgersdorp Crime Prevention kunye namalungu abecuphi kummandla wase-Eureka.

Indlu echongiweyo iye yagqogqwa kwaza kwahluthwa iingxowa ezingamashumi amathathu zeziyobisi zetik, isiqingatha sepilisi yemandrax, imibhobho yokutshaya amashumi amabini anesibini kunye neengxowa ezingenanto kunye nemali.

Ixabiso lesitrato eliqikelelweyo liwaka elinamakhulu asibhozo eerandi (R1800-00.)

Umrhanelwa obanjiweyo kulindeleke ukuba avele enkundleni kungekudala.

Imibuzo: UKapteni Ursula Roelofse
082 7797109

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
18.2 ° C
18.2 °
18.2 °
60 %
2.3kmh
29 %
Wed
26 °
Thu
22 °
Fri
16 °
Sat
22 °
Sun
20 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks