Njengoko i-ANC ingaphumelelanga ekufumaneni isininzi seevoti, imibutho emitsha efana neMK kunye neRise Mzansi kulindeleke ukuba izibandakanye nemibutho esele ikhona njengeANC kunye neDA kwidabi lokulwela iintliziyo neengqondo zabavoti.
Oku kuya kutshintsha ngokuqinisekileyo iziphumo zotyalo-mali lwexesha elide kunye noshishino.
Ingqonyela yeBusiness Leadership South Africa, uBusi Mavuso, ukholelwa ukuba urhulumente ozinzileyo nothembekileyo, ozinikele kumthetho nohlengahlengiso lwezoqoqosho yeyona nto ifunwa nguMzantsi Afrika.
By Anita Qubula.

