20.2 C
King William's Town
Tuesday, April 16, 2024

IMIDLALO YESIBINI YEENGLISH PREMIER LEAGUE

IMIDLALO YESIBINI YEENGLISH PREMIE LEAGUE YESIBINI NEYALE MPELAVEKI IQALE NGOLWESIHLANU

INottengham Forest ibiqubisene neSheffield United nefikayo esanda konyuselwa, iNott Forest iye yaphumelela ngamanqakuku amabini komnye umdlalo lowo ubudlalwa ngolwesihlanu umhla weshumi elinesibhozo kweyeThupha, kanti nangomgqibelo kudlaliwe kwiEnglish Premier League ngomhla weshumi elinethoba kweyeThupha iTottenham ibethe iRed Devels ngamabini eqandeni ibidlalela ekuhambeni iManchester United, iWolves ibethelwe kowayo ngamanqaku amane kwelinye neFullham ibethelwe kowayo ngamanqaku amathathu eqandeni ibethwa yiBrentford.

Eminye imidlalo yangomgqibelo iLiverpool izibethele iBournamouth ngamathathu kwelinye iAston Villa yabhaxabula iEverton ngamathathu eqandeni yaze iMan City yabetha iNewcastle ngelinye eqandeni.

Umdlalo Welton neBurnley uxhoxisiwe, imidlalo edlalwa namhlanje iChelsea indwendwele iWest Ham ngecala emva kwentsimbi yesihlanu kanti yona iArsenal ithathana neCrystal Palace ekuhambeni ngentsimbi yethoba ebusuku.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.2 ° C
20.2 °
20.2 °
87 %
3.9kmh
99 %
Tue
20 °
Wed
31 °
Thu
29 °
Fri
30 °
Sat
32 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks