Ingozi emasikizi

Kubhubhe abantu abaqilikelelwa kwinani elingapha kwethoba(9) ze konzakala abanye kwingozi yemoto nehlasimlisa umzimba eyehle kuhola wendlela uR61 phakathi kwe Flagstaff ne Lusikisiki.

Ngokwengxelo yeSebe Lezothutho ePhondweni ichaza ukuba iinkcukhacha ezithe vetshe zale ngozi azikacaci ncam, kodwa ke amaGosa ezendlela kwakunye naboncedo lokuqala bakwindawo yexhwayelo bephanda nonobangela wengozi.

Eyonanto ingamandla kukuhlangula abo bathe bonzakala kule ngozi ze kuthathwe imizimba yabo bathe babhubha. Inani lababhubhileyo lisaqikelelwa kwithoba.. logama elabonzakeleyo lingekachazwa.

Elinqaku lisaqhuba…

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
84 %
0.5kmh
95 %
Sun
21 °
Mon
21 °
Tue
23 °
Wed
30 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA