Ingxwaba-ngxwaba yoonoteksi eMthatha isube imiphefumlo emine.

Kukholelwa ukuba udubulwano loonotekisi luqale ukusukela izolo umhla wamashumi amabini (22) kuCanzibe 2024, ukuza kuthi ga ngoku kukholelwa ukuba ngabantu ababini (2) abaswelekileyo ngelixa uninzi lwabanye abantu lonzakele, phakathi kwabo kukho abahlali aba babalekiselwe esibhedlele.

Imimoya isephezulu eMthatha njengoko udubulo namhlanje lwenzeke kwirenki yaseMemela apho kusebenza khona i-Ncendo Taxi Alliance kunye ne-Border Taxi Alliance. Ubukho bamapolisa buye baqiniswa kwaye istalato iSutherland besivaliwe.

Akukacaci ukuba isiganeko sokudubula esenzeka ngaphambili eMaclear sihlobene kusini na nokukudubulwano, eMthatha.

By Anita Qubula.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
11.3 ° C
11.3 °
11.3 °
87 %
2.5kmh
0 %
Tue
25 °
Wed
32 °
Thu
33 °
Fri
33 °
Sat
23 °

EZITHANDWAYO INDABA