Iphulo lokuphucula ezoqoqosho eMpuma Koloni

Kuqukunjelwe usuku lwesibini lweVeki yoMzantsi Afrika eKyalami Convention Centre eRhawutini.

INkulumbuso yeMpuma Koloni uOscar Lubabalo Mabuyane udandalazise ukuba baye bazibandakanya kwingxoxo yobuNkokheli bebonakalisa inkxaso yabo nokusebenzisana noShishino lwezoThutho.

Esithi njenge Phondo leMpuma Koloni baziwa ngophuhliso lwabo kwicandelo lokuvelwiswa kwezithuthi ezinamagama amakhulu afana nooMercedes Benza, VolksWagen, Isuzu kunye ne Ford.

Eqelwa ngelithi kwenye yengxoxo yabo bagqibe kwelokuba izithuthi zombane likamva elingenakuthintelwa kwaye kufuneka benze ngako konke okusemandleni ukuvuselelwa kwakusha kunye nokuphuculwa kwezakhono zabasebenzi babo bezithuthi, ukuhambelana neemfuno zekamva ngelixa begcina umda wabo wokhuphiswano. IPhondo elilona candelo likhulu kwimveliso yezithuthi.

Ingxelo:Zintle Madikane

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
16.1 ° C
16.1 °
16.1 °
92 %
4.2kmh
100 %
Mon
23 °
Tue
24 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
22 °

EZITHANDWAYO INDABA