15.2 C
King William's Town
Wednesday, July 17, 2024

Isaqhuba nokutyikitya abadlali iChippa United.

Babhengeziwe abadlali abane nabazibandakanye neqela laseMpuma Kapa.

IQela laseMpuma Koloni lebhola ekhatywayo nelizinze kwidophu iGqeberha kwisixeko saseNelson Mandela Bay, IChippa United, yamnkele abanye abadlali abane (4) ukulungiselela iligi yesizini ezayo neqala kwinyanga ezayo yeThupha.

IChilli Boys ityikitye umdlali ebesakudlalela iPretoria Callis uXolani Sithole noSifiso Mazibuko owayesa kudlalela iSupersport United.

U-Aphelelo Teto owayesakudlalela iTS Galaxy noGiovanni Philander ngabanye babadlali ababhengezwe yiChippa ukuba bazibandakanye nabo ngokusesikweni.

Phantsi kwabaqeqeshi ababini uThabo September noKwanele Kopo, iChilli Boys inezicwangciso ezingcono neziphucukileyo, nalapho inenjongo zokulwela ukuphumelela indebe iyeke ukusoloko ilwela ukusinda okanye iphephe izembe.

By Siphiwo Boqwana

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
15.2 ° C
15.2 °
15.2 °
47 %
1.4kmh
18 %
Wed
21 °
Thu
24 °
Fri
21 °
Sat
15 °
Sun
16 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks