Ixhego(70) lakrwintsha libulala imtombi yalo(13) eNgqamakwe kunyaka ophelikeyo

Abahlali beelali zaseNgqamakwe balugcwabevu ngumsindo, kwaye sithetha nje baphambi kwenkundla kamantyi ukuvakalisa ukungoneli kwabo sisigqibo esithathiweyo mgakwityala.

Kaloku kunyaka ophelileyo(2022) ixhego neliminyaka ingamashumi asixhenxe(70) ubudala, lakrwitsha libulala intombi yalo neminyaka elishumi elinanye(13). UAzile Nogaga wayelungiselela ukukhapha unina nowayebalekela kwikhaya lakhe elikude kufuphi kulelali yomzi esiya Emaxelegwini.

Umrhanelwa lo nolixhego, inkundla kamantyi igqibe kwelokuba imnike ingqawule(bail) ntoleyo ecaphukisa uluntu kwaye nosapho luyoyika nanjengoko lusithi utata lo ebemdala kakade ngelixesha ekrwitsha ebulala umtwana, koko inkundla ayikwazi ukuthi imnika ingqawule kuba emdala kodwa ebudaleni bakhe uyakwazi ukubulala.

Inkokheli yombutho ongenanto yakwenza noRhulumente uPetros Majola ubhale icwadi encinci isiya kwiNkulumbuso yeliPhondo uOscar Mabuyane kunye noMphathiswa uRonald Lamola ukuba basithethele ingqalelo esisigqibo senkundla.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.6 ° C
20.6 °
20.6 °
70 %
4.1kmh
96 %
Sun
19 °
Mon
22 °
Tue
24 °
Wed
31 °
Thu
33 °

EZITHANDWAYO INDABA