21.2 C
King William's Town
Wednesday, May 22, 2024

Iyaqala iDSTV Premiership kulempelaveki.

IYAQALA NAMHLANJE IMIDLALO YEDSTV PREMIERSHIP YALEMPELAVEKI

Namhlanje imidlalo edlalwayo mibini iRoyal AM ileqana neStellenbosch FC ngecala emva kwentsimbi yesixhenxe iThwihli Thahla izakube iyiyo ehlinzekayo Kwazulu Natal kumabala iHarry Gwala ize iSupersport United Amadzantsantsa aPitoli aqubisane neeCitizens iCape Town City nayo ngecala emva kwentsimbi yesixhenxe kumabala iTUT

ngomgqibelo iabayshakazi bePSL bazakube bedibene xa iPolokwane City izakube inyathelana neCape Town Spurs kumabala iOld Peter Mokaba ngentsimbi yesithathu emva kwemini aze Amazulu amkele iRichards Bay kwidabi laseDurban ngecala emva kwentsimbi yesihlanu emva kwemini yona iChipper United yamkele iminwana phezulu iinjinga zaleleague kumabala iNelson Mandela Bay eGqeberha ngentsimbi yesibhozo ebusuku

Umnye jwi umdlalo odlalwayo weDSTV ngecawa umhla wamashumi amabini kulena yesiThupa nalapho iTS Galaxy izakube ihlinzeke Amakhosi.iKaizer Chiefs ngentsimbi yesibhozo ebusuku.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
21.2 ° C
21.2 °
21.2 °
44 %
3.2kmh
13 %
Wed
26 °
Thu
22 °
Fri
16 °
Sat
22 °
Sun
20 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks