13.8 C
King William's Town
Wednesday, April 10, 2024

Izulu litshoo layokufika nakwikhaya likaMadiba eMvezo

Ufikile umhlekazi eMvezo, kwikhaya leQhawe longasekhoyo uTata uNelson Mandela ze lonakalisa indlu lizulu elitshoo kwavutha indlu ethile kwelikhaya.

Imozulu embi nebinezantyantyala zemvula, umoya obubhudla ngamandla uhambe wade yayokufikelela nakwikhaya likaMadiba eMvezo kwiPhondo leMpuma Koloni ngethuba umhlekazi(izulu) lisitsho nemibane ethe yatshisa enye yezindlu zelikhaya.

Lemvula iligqugqisile kanobomi eliphondo ikhukhulisa imizi yabantu kuquka neemoto zabo ebekunzima ukuba ziwele kwiindlela zeliphondo ezingekho mngangathweni ingakumbi kwiindawo ezisemaphandleni ezilalini.

Okwangoku akukabikho zindaba ezibikiweyo zimpukane eziluhlaza, ngokubhubha okanye ukonzakala komtu kwesisiganeko.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
13.8 ° C
13.8 °
13.8 °
92 %
7.4kmh
92 %
Wed
20 °
Thu
15 °
Fri
19 °
Sat
21 °
Sun
15 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks