11 C
King William's Town
Friday, October 3, 2025

Khawuleza ubuyise amafutha(relaxer) eenwele zingekaxhwitheki

IKomishoni yeSizwe yabaThengi (i-NCC) ibongoza abathengi abathenge isipoponi seDark n Lovely i-125 ml tub (eneenombolo ezingezantsi) ukuba bayeke kwangoko ukuyisebenzisa kwaye bayibuyisele ngokukhawuleza kwindawo yokuthengisa ukuze babuyiselwe imali yabo epheleleyo.

Umenzi we-Dark and Lovely wazise iKhomishoni kwakamsinya ngalemveliso yesisipoponi emva kwezikhalazo ezingamashumi amabini anesibini(22) ezivela kubathengi.

UMkomishinala wabaThengi oBambeleyo, uNksz Thezi Mabuza uthi umenzi wemveliso, inkampani yakwaLoreal yazise iKomishoni ngokurhoxisa lemveliso ngokwayo inganyanzelwa.

Ukusebenzisa lemveliso yesisipoponi ebuyiswayo kunokukhokelela ekwandeni kokuqhekeka kweenwele, kunye nokwanda kwenkwethu kwintlonze yentloko,” utshilo.

Iimveliso ezichaphazelekayo zineezinombolo zilandelayo ikwimifanekiso.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
11 ° C
11 °
11 °
81 %
1.3kmh
99 %
Fri
16 °
Sat
33 °
Sun
24 °
Mon
27 °
Tue
22 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks