17.3 C
King William's Town
Tuesday, March 5, 2024

Kubhubhe abantu ababini(2) kwingozi eyenzeke eBerlin

Kubhubhe abantu ababini emva kokuba imoto enye iphulukene nolawulo yaza yabhukuqa kuhola wendlela uR102 eMonti ngaseNtabozuko, kanye ngakumdyarho wamahashe waseBerlin osingise eQonce.

Esi sehlo senzeke malunga no-04H30 ngale ntsasa yanamhlanje umhla we( 4 November 2023)

Ibiyimoto yohlobo lweToyota Avanza ebikhwele abantu ababini, amadoda amadala kwaye bobabini babhubhele kwindawo yexhwayelo.

Isityholo sesokuba isantya ngoyena nto ibinegalelo kule ngozi. Ityala lokubulala ngokungenanjongo livuliwe kwisikhululo samapolisa eBerlin ukuze kuqhutyekwe nophando.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
17.3 ° C
17.3 °
17.3 °
89 %
2.5kmh
63 %
Tue
28 °
Wed
27 °
Thu
32 °
Fri
30 °
Sat
27 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks