Kubhubhe abarhanelwa abathandandathu ngexesha lodubulwano KwaZulu-Natal.

Oorhunta abathandathu abayanyaniswa namatyala okuphanga kunye nokubulala KwaZulu-Natal badutyulwe babhubha ngamapolisa eliphondo kwindawo yaseSouth Beach, eThekwini.

Aba barhanelwa badubule abantu abahlanu ngobusuku bangeCawe ze kwabhubha abane. Esi sithandathathu sifunyenwe ngamapolisa sizimele kwiflethi eqashiswayo eSouth Beach.

Ukudubulwano oluthe lwalandela lushiye bonke abarhanelwa bebhubhile ngelixa amapolisa engakhange abambe mntu.

Umkomishinala wamaPolisa eKZN, uNhlanhla Mkhwanazi, uthi amapolisa asakhangela umnini waleflethi abarhanelwa bebeyiqeshile.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
13.9 ° C
13.9 °
13.9 °
93 %
3kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA