19.8 C
King William's Town
Thursday, April 24, 2025

Kubhubhe izigulane ezimbini kwingozi ebibandakanya i Ambulensi kunye nesithuthi sakwa Rhulumente ku R61

Izigulane ezimbini bini ezibhinqileyo ebezikhweliswe yinqwelo yezigulana besiwa kwisibhedlele saseMpuma Koloni basweleke kwingozi yemoto ebibandakanya enye imoto karhulumente wephondo.

Isebe lezempilo ephondweni lithi le ngozi yenzeke kuhola wendlela uR-61 phakathi kweCofinvaba neKomani ngenjikalanga yangoLwesine.

Isithethi sesebe, uSizwe Kupelo, uthi abaguli bebesiwa kwisibhedlele iFrontier, babhubhele kwindawo yexhwayelo.

Uthi abasebenzi beAmbulensi, indoda nebhinqa, bonzakele kakhulu kwaye kunyanzeleke ukuba bakhululwe kulo mbhodamo besebenzisa imihlathi yobomi.

Umqhubi wesinye isithuthi sesebe loPhuhliso lwamaPhandle noHlaziyo lwezoLimo naye ufumene umonzakalo omandundu kule ngozi.

Ityala lokubulala ngokungenhloso lizakuphandwa ngamapolisa aseBolothwa

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
19.8 ° C
19.8 °
19.8 °
76 %
3kmh
85 %
Thu
19 °
Fri
25 °
Sat
28 °
Sun
31 °
Mon
32 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks