Kudulwe kwabulawa abantu ngaphandle kweTarven eseSweetwaters eQonce
Ngokwengxelo evela kwinkonzo yesipolisa ichaza ukuba amapolisa abizelwe kwisikhalazo sokudutyulwa okwenzeke ngaphandle kwethaveni yasekuhlaleni eSweetwaters ngaseZwelitsha.
Nangona kunjalo, uphando lokuqala lukhokelele ekubanjweni komntu nekukholelwa ukuba ungumnikazi wale tarven ixeliweyo emva kokuba kuthathwe iipakethi ezilishumi (10) zeziyobisi zetik kunye ne-boss mandrax ezine (4) ezigcweleyo endlwini yakhe. Umrhanelwa oneminyaka engamashumi amane anesithathu(43) ubudala kulindeleke ukuba avele kwiNkundla kaMantyi eQonce ngezityholo ezimayela nokuba neziyobisi.
Newsletter Subscription
- Advertisement -
King William's Town
overcast clouds
11
°
C
11
°
11
°
81 %
1.3kmh
99 %
Fri
16
°
Sat
33
°
Sun
24
°
Mon
27
°
Tue
22
°

