20.2 C
King William's Town
Tuesday, April 16, 2024

Kudutyulwe umfundi webanga leshumi eGqeberha

Amapolisa aseGqeberha aphanda ngesiganeko sokudutyulwa komfundi oneminyaka elishumi elinesibhozo eSchauderville ngobusuku bangoMvulo.

UKapteni, uSandra Janse van Rensburg, uthe umfundi webanga lematriki, uChadwin Witbooi, uye wawa kwiyadi yendlu eJameson Road.

Uthi wabalekiselwa esibhedlele nalapho wabhubhela khona xa efika.

UWitbooi ufumene inxeba lokudutyulwa, kodwa uJanse Van Rensburg uthe akukho zinkcukacha zithe zafumaneka ngokukhawuleza kwindawo yexhwayelo.

Ityala lokubulala liyaphandwa kwaye nesizathu sokudubula asikaziwa.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.2 ° C
20.2 °
20.2 °
87 %
3.9kmh
99 %
Tue
20 °
Wed
31 °
Thu
29 °
Fri
30 °
Sat
32 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks