KUFUNWA INDODA NGOKUBETHA OWAYESAKUBA NGUMQESHI WAYO EBARKLY EAST

Abachuphi baseBarkly East bashushu ezithendeni zendoda ufunwa ngezityholo zokubetha owayesakuba ngumqeshi wayo eBarkly East.

Ngomhla wamashumi anesibhozo ngolwesine ezintsukwini ku-Canzibe ka-2023 malunga ngecala emva kwentsimbi yesibhozo, kutyholwa ukuba indoda eneminyaka engamashumi amahlanu anesithathu (53) ubudala engumfama yayingaphakathi kwizakhiwo zayo eBarkly East, ngethuba ihlaselwa yahlatywa ngowayesakuba ngumsebenzi wayo, owayemgxothile kwiminyaka emibini edlulileyo. Ixhoba liye lafumana umonzakalo kumzimba ongentla laze lanyangwa kwisibhedlele esikufuphi.

Umrhanelwa usagcwele amathafa, kwaye useza kubanjwa. Ityala lokubetha ngeenjongo zokwenzakalisa livuliwe ukuze kuqhutyekwe nophando.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
24.7 ° C
24.7 °
24.7 °
71 %
2.8kmh
76 %
Sat
24 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
28 °

EZITHANDWAYO INDABA