Kufunwa umrhanelwa odityaniswa netyala lokubulala abantu abalishumi elinesibhozo eLusikisi.

By Ongeziwe Ntondini

Amapolisa eMpuma Kapa acela uncedo kuluntu ngokukhangela indoda eyayanyaniswa nokubulawa kwabantu eLusikisiki.

Umrhanelwa uSongezo Vuma ukwabizwa ngokuba nguMashiya. Abarhanelwa abasixhenxe kuquka notyholwa ukuba ngungqondongqondo onxulumene nesiganeko esashiya amalungu osapho alishumi elinesibhozo eswelekile babanjwe kwinyanga ephelileyo.

Balindeleke ukuba babuyele enkundleni kwiveki ezayo ngoLwesibini.

Isithethi samapolisa aseMpuma Kapa uSiphokazi Mawisa uthe: “Uphando lokuqala olwenziwa ngamapolisa oMzantsi Afrika lukholelwa ukuba uSongezo (Mashiya) Vuma angakwazi ukuncedisana namapolisa ekusombululeni ingxaki yaseLusikisiki, ukubulawa kwabantu abaninzi.

UMawisa ucenga nabani na onokuba nolwazi ngendawo yomrhanelwa ukuba atsalele okhokele uphando ku-082 301 7662 okanye amapolisa amapolisa ku-08600 10111.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA