18.2 C
King William's Town
Tuesday, April 2, 2024

Umphathiswa Stella Ndabeni-Abrahams uzokusingatha usuku lokukhunjulwa kwamalungelo oluntu eMthatha eMpuma Koloni

UMphathiswa woPhuhliso lwamaShishini amaNcinci, uStella Ndabeni-Abrahams, uza kuthi, ngoLwesine, wamashumi amabini ananye
NgoMatshi 2021, ngentsimbi yeshumi kusasa, azimase isikhumbuzo soSuku lwamaLungelo oLuntu, kwisikolo samabanga aphantsi iNdibela, eMqhekezweni (eMpuma
eKapa). Lo msitho uququzelelwa yiOfisi yePalamente yaseMthata apho
UMphathiswa uNdabeni-Abrahams umiselwe ukukhokela lomsitho.

Lomsitho uza kunika imbeko kubafeli-nkolo kwimbubhiso yaseSharpeville ababulawa ngokungenalusini,
phantsi kolawulo lorhulumente wocalucalulo ngomhla wama-21 kweyoKwindla 1960.

Imisebenzi yolu suku iya kubandakanya
ukupeyintwa kwesikolo samabanga aphantsi iNdibela ngamavolontiya akhokelwa nguMphathiswa uNdabeni-Abrahams.
UMphathiswa uzakuphinda adityaniswe neenkokheli zasekuhlaleni.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
18.2 ° C
18.2 °
18.2 °
64 %
3.9kmh
0 %
Tue
17 °
Wed
26 °
Thu
32 °
Fri
18 °
Sat
14 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks