21.2 C
King William's Town
Wednesday, May 22, 2024

Kuphehlelelwe ixesha lokutyala okuziinkozo eMpuma Koloni

UMphathiswa woPhuhliso lwamaPhandle noHlaziyo lwezoLimo eMpuma Koloni, uNonkqubela Pieters uphehlelele ixesha lokutyala iinkozo kwiphondo eNkondlo kuMasipala weNgingqi wase-AB Xuma.

Bangaphezu kwama-9,000 amafama kweli phondo aza kuvelisa ukutya okuziinkozo kwiihektare ezingaphezulu kwama-27,700 ngotyalo-mali oluzizigidi ezingama-R93 olwenziwa liSebe.

Ethetha ngethuba kuphehlelelwa kule veki, uMphathiswa uPieters uthe enye yezinto eziphambili kwisebe yinguqu yexabiso leenkozo ephondweni.

Wongeze ngelithi iSebe lityala imali kumafama antsundu ukuwanyusela kwinqanaba lezorhwebo lo gama liqinisekisa ukhuseleko lokutya kwiintsapho.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
21.2 ° C
21.2 °
21.2 °
44 %
3.2kmh
13 %
Wed
26 °
Thu
22 °
Fri
16 °
Sat
22 °
Sun
20 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks