kusweleke abantu abathandathu kwingozi ezohlukeneyo ngoMgqibelo

Isebe lezothutho eMpuma Koloni lithi kusweleke abantu abathandathu kwiingozi ezahlukeneyo kweli phondo ngoMgqibelo.

Isithethi seli Sebe uMakhaya Komisa, uthi abanye abathandathu (6)bonzakele kwaye babalekiselwe kwizibhedlele ezahlukeneyo ukuze bafumane unyango. Uninzi lweengozi zibandakanya ukungqubana kweemoto.

UKomisa uthi uMphathiswa wezoThutho noKhuseleko loLuntu uXolile Nqatha udlulise amazwi ovelwano kwiintsapho eziswelekelweyo. Uthe uMphathiswa ukwanqwenelela abo benzakeleyo ukuba bachache ngokukhawuleza.
UMphathiswa uNqatha ubongoza abaqhubi ukuba balumke ezindleleni, ingakumbi ngeli xesha lixakekileyo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
84 %
0.5kmh
95 %
Sun
21 °
Mon
21 °
Tue
23 °
Wed
30 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA