Kuvalwe indlela u-N2 ngenxa yoqhankqalazo

Kumiswe ukuhamba kwezithuthi kuhola wendlela uN2 phakathi kweDutywa neGcuwa ngentseni yanamhlanje. Iloli iye yasetyenziselwa ukuvala iindlela, kutyholwa ngokuba ngabaqhankqalazi.

Oku kushiye abasebenzi kunye nabafundi bexakiwe lo gama imithwalo exabisekileyo nayo ivaleleke endleleni.

Isithethi kwelisebe lezothutho kweliphondo leMpuma Koloni uUnathi Binqose uthe unobangela wolu qhankqalazo awukaziwa okwangoku kodwa amagosa omthetho akwindawo yexhwayelo ukuzama ukujongana nalemeko, ukwabongeze abaqhubi beemoto ukuba basebenzise ezinye iindlela ezifana nokungenela uR61 osuka kuNdabakazi abo basuka kwicala laseMonti okanye R61 kwabasuka ngase Mthatha besiya eMonti.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.5 ° C
17.5 °
17.5 °
92 %
2kmh
97 %
Sun
20 °
Mon
21 °
Tue
22 °
Wed
30 °
Thu
24 °

EZITHANDWAYO INDABA