Kwanele ukukhutshwa kwezisu ngondlela mnyama.

Iyaqhubeleka imigushuzo yokususwa kwemibhalo egcwele idolophu yaseMonti nebiza abantu basetyhini ukuba bazokhupha isisu ngokungekho mthethweni.

Lemigushuzo imenyelelwe lisebe lezempilo kwakunye nesebe lezemfundo kwiphondo lempuma koloni. Abanye babathathi nxaxheba yiBumbingomso neyinkxalenye yalemigushuzo.

Ukanti kuthe bhazalala edolophini yaseMonti kuhanjwa kuncothulwa imibhalo esezipalini nasemadongeni edolophi Iqela lika Bumbingomso nelakwa(Beyond Zero) isebe lezempilo kwakunye namagosa ezomthetho bathi kwanele ngokukhutshwa izisu ngondlela mnyama.

UEsethu Sotheni nongumququzeleli wakwa Bumbingomso uthi benza oku ukufundisa ngobu ngozi bokukhupha isisu kwindawo ezingekho mthethweni kwaye bathi Kwanele ngoku.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
20.6 ° C
20.6 °
20.6 °
43 %
1kmh
0 %
Tue
25 °
Wed
32 °
Thu
30 °
Fri
33 °
Sat
23 °

EZITHANDWAYO INDABA