20.2 C
King William's Town
Wednesday, March 26, 2025

Landile inani lokubhubha kwabasenzi, kwintlekele yesakhiwo eGeorge.

Inani labantu ababhubhileyo kwisakhiwo saseGeorge linyuke laya kutsho kwisixhenxe (7) ngelixa abanye abangamashumi amathathu anesithandathu (36) behlangulwe.

Abahlanguli basazama ukufikelela kwabanye abangamashumi alithoba (39) abavaleleke kobo bubutyobo. Lo msebenzi wokuhlangula abandakanyekayo wenzeke ubusuku bonke bayi zolo.

Abasebenzi abangaphezu kwamashumi asixhenxe (70) bebekwisiza sesakhiwo ngexesha sidilika emva kwemini ngoMvulo.

Anita Qubula

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
20.2 ° C
20.2 °
20.2 °
48 %
3.4kmh
0 %
Wed
25 °
Thu
23 °
Fri
25 °
Sat
29 °
Sun
25 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks