Lifunquke layokutsho ku(306)inani labantu ababhubhe kwizikhukhula zaKwazulu-Natal


*Afunqukile amanani abantu abasweleke ngenxa yezikhukhula zemvula kwiphondo iKwaZulu-Natal*

Lifunquke laya kutsho kumakhulu amathathu anesithandathu (306) inani labantu abasweleke ngenxa yezikhukhula ezigqugqisa iphondo iKwaZulu-Natal.

Ingxelo zidiza ukuba inkqubo yokucoca sele iqalisiwe kweli phondo. Abahlali baceliwe ukuba babenomonde nje ngoko amaqela kaMasipala esazama ukucoca.

Umongameli Cyril Ramaposa utyelele eThekwini izolo. Ukanti lo masipala uchaphazeleke ngokumandla zezi zikhukhula.

UMphathisa kwiphondo uSipho Hlomuka uthi bazama ukuqwalasela le meko nje ngoko sele kubhubhe abantu abangamakhulu amathathu anesithandathu.

Ingxelo: Mncedi Mbombo

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
22.8 ° C
22.8 °
22.8 °
72 %
1.1kmh
70 %
Thu
23 °
Fri
34 °
Sat
27 °
Sun
26 °
Mon
27 °

EZITHANDWAYO INDABA