25.8 C
King William's Town
Thursday, March 20, 2025

Limisiwe ityala lomrepha odumileyo nomsasa kamabonakude u Jub Jub

Lihlehliselwe umhla weshumi elinanye kweyoMnga ityala lokudlwengulwa komrepha ongusaziwayo kumabonakude uMolemo “Jub-Jub” Maarohanye.

UMaarohanye uvelile kwiNkundla kaMantyi eRhawutini ngale ntsasa ngezityholo zokudlwengula, ukuzama ukubulala, kunye nezityholo zokubetha.

Iqela lakhe lezokhuselo lizamile ukuba lo mcimbi uhlehliselwe umhla wamva kuna lo, lisithi uJub Jub unemisebenzi elungiselelwe ixesha leholide.

Nangona kunjalo, uMantyi uBetty Khumalo ukukhabile oku.

Abezokhuseleko bathi esi Sisiqinisekiso nje sokungafumaneki kwakhe ngeli xesha.

Nangona kunjalo uMantyi uhlabe umbuzo wokuba Ngowuphi umhla abawufunayo kuDisemba?

Longxoxo-mpikiswano ikhokelele ukuba umkhuseli ka Jub Jub athi UDisemba uphela, uza kube ekhenketha, kude kube ngumhla wesibini kuDisemba.

UMantyi ukuvale oku ngelingagungqi kumhla we-11 kuDisemba.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
25.8 ° C
25.8 °
25.8 °
52 %
1.6kmh
65 %
Thu
28 °
Fri
34 °
Sat
34 °
Sun
29 °
Mon
34 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks