9.9 C
King William's Town
Friday, October 3, 2025

Mayinyuswe imali yesibonelelo semali kaRhulumente yabantu abangasebenziyo iR350

Ngamakhulu-khulu amalungu eCOSATU abebebambe uqhankqalazo kweli kwiidolophu ezinkulu ngelikhalazela uRhulumente weli ngokusilela ukuphakama kwimiba edla umzi.

Iinkokheli zolugwayimbo lwanamhlanje bakhalazela uRhulumente ngokuhamba ngonyawo lonwabo ukuphuhlisa kwezomnotho nanjengoko inyukile iRepo rate neyenza kunyuke imali mboleko. Kuluhlu lamaxwebhu wezikhalazo eziya kuRhulumente, ziquka ukusilela kokuhoywa kwemiba yorhwaphilizo, ukungalingani, ulwaphulo-mthetho oluzakileyo kwanokucela ukuba konyiswe imali yesibonelelo semali yabo bangaphangeliyo iR350.

ICOSATU ithi.. lixesha ngoku lokuba uRhulumente weli abeke abantu kuqala kwaye asabele kwizikhalazo zabo. Bakwathe ukonyuka kwamanani emali mboleko yenza abantu bakuthi basokole ngakumbi ntoleyo ezakwenza ingcwangu inyuse neqondo lobundlobongela.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
9.9 ° C
9.9 °
9.9 °
84 %
1.2kmh
90 %
Fri
16 °
Sat
33 °
Sun
24 °
Mon
27 °
Tue
24 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks