20.2 C
King William's Town
Wednesday, March 26, 2025

Linenekazi elineminyaka engamashumi amane anesixhenxe(47) ubudala elihlabe labulala unqevu eGqeberha izolo elinye.

Linenekazi elineminyaka engamashumi amane anesixhenxe(47) ubudala elihlabe labulala unqevu eGqeberha izolo elinye.

Ngokwengxelo yenkonzo yesipolisa yaseGqeberha ichaza ukuba, elinenekazi belizihambela eHumewood malunga necala emva kwentsimbi yesixhenxe(07:30) ngethuba lihlangatyezwa ligatyana lomfana oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu(25) ubudala. Eligatyane lidungudelise ngokwenza incoko nosisi kanti uzakuthi gqi sele ekhupha imela. Wandule ngosika umqheba webhegi yelinenekazi kanti usisi naye uxhobile.

Baye ke bajijisana ze inenekazi lahlaba lonqevu esifubeni kakanye logama sisi eye wafumana umonzakalo wenxeba esandleni.

Igatyana khange ke lilenze ixesha, kuba liye lazama ukubaleka nelonxeba lalo kodwa lawa kude kufuphi nendawo ebebesilwa kuyo nosisi wabe uyabhubha.

Amapolisa avule ityala lokubulala ngokungenanjongo logama kusenziwa uphando kwaye iimela zombini zisemapoliseni.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
20.2 ° C
20.2 °
20.2 °
48 %
3.4kmh
0 %
Wed
25 °
Thu
23 °
Fri
25 °
Sat
29 °
Sun
25 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks