Mithathu(3) imizimba yamadoda efunyenwe ngakwidami laseMtata.

Inkonzo yesimapolisa yaseMthatha inguphantsi phezulu iqhuba uphando malunga nemizimba emithathu(3) yamadoda angaziwayo, nafunyenwe ithe tywa kude kufuphi nedami laseMtata ngentsasa yanamhlanje.

Ngokwengxelo evela kwabakwantsasana kuvakala ukuba malunga nentsimbi(8am) yesibhozo ngentseni yanamhlanje umhla we(4 August 2023) amapolisa abizwe kwindawo apho kubhaqwe khona lamadoda. Ekufikeni, ngenene agilene nalemizimba emithathu nekubonakala mhlophe ukuba ihlukunyeziwe phambi kokuba ibulawe.

Lemizimba ifunyenwe inamanxeba okonzakala, ingakumbi kwimizimba engasentla kwaye ibotshelelwe izandla. Amapolisa abongoza wonke umtu onokubanolwazi ngokwenzekileyo ukuba eze ngaphambili nangona uphando luqhuba.

Ukanti akukabanjwa mtu kwesisiganeko.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
11.6 ° C
11.6 °
11.6 °
80 %
2.1kmh
0 %
Tue
25 °
Wed
32 °
Thu
33 °
Fri
33 °
Sat
23 °

EZITHANDWAYO INDABA