19.8 C
King William's Town
Thursday, April 24, 2025

Nkaa isigwebo sobomi kwisihlanu esabulalayo eBhisho

Inkundla ephakamileyo yomzantsi Afrika nebichotshelwe eBisho ithe nka ngesigwebo sobomi abantu abahlanu ngakwityala lokubulala owasetyhini ndawonye nomamazala wakhe.

UNomvula Zondwa nolipolisa elidl’umhlalaphantsi, onguSiyazi uThamsanqa Hlamandana, uLwando Lengesi, uAyabulela Mahokoto kwakunye no Nkosinathi George sonke esi sihlanu sigwetywe ngokwamatyala aso umntu ngamnye kwityala lokubulala uCingiswa Mila nonguMamazala wakhe nokwangunkosikazi lowayefudula engumkomishinala wamapolisa kwiphondo leMpuma Koloni Boniswa Toba.

Inkundla iphinde yanika abo bangaba bulali isigwebo seminyaka engamashumi amabini anesibini uGeorge, uMahokoto no Lengisi, Kodwa kunjalo leminyaka bazakuyidontsa ngaxesha nye nesigwebo sobomi.

Ubungqiba budandalaziswe elubala enkundleni ukuba uZondwa nowaqulunqa eli yelenqe lokubulala wayencuma no Mandla Toba ngethuba lo KaThoba esemtshwatweni kunye nomfi uCingiswa Mila.

Igunya bantu lezotshutshiso eMpuma Koloni lisamnkele isigqibo senkundla, masive uLuxolo Tyali.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
19.8 ° C
19.8 °
19.8 °
76 %
3kmh
85 %
Thu
19 °
Fri
25 °
Sat
28 °
Sun
31 °
Mon
32 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks