20.1 C
King William's Town
Monday, May 12, 2025

Sikhatyiwe isicelo sebheyile sikaMfundisi Mboro nonogada wakhe.

By Anita Qubula.

UMfundisi uPaseka Mboro Motsoeneng, nowaziwa ngelikaPastor Mboro, kunye nonogada wakhe uClement Baloyi, bayinqatyelwe ibheyile ngelixa unyana wakhe, uVincent Motsoeneng ekhululwe ngesilumkiso. Oku kwenzeke ngomhla weshumi elinethoba (19) kweyeThupha 2024.

Esi sithathu besivele kwindlundla kamantyi yasePalm Ridge ngoMvulo.

Ekuqaleni kwale nyanga, umtyholwa kuthiwa uye wagaleleka kwisikolo samabanga aphantsi iMatsediso apho athe waxhwila abantwana ababini ekukholelwa ukuba balusapho lakwaMboro. Ngelixa efika kwesisikolo waye phathe izikhali ezinobungozi iinduku, oocelemba kunye nompu omkhulu.

Bewangazelisa ezi zikhali phambi kwabantwana kunye nootitshala bebanga ingxolo, kuxhwithwana ngabantwana.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
20.1 ° C
20.1 °
20.1 °
25 %
1.8kmh
26 %
Mon
22 °
Tue
25 °
Wed
30 °
Thu
28 °
Fri
31 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks